*UNdikhoyo uthi:“Ayeza amathuba akholekileyo,imihla yokusindiswa.Ke mna ndiya kukusiza,ndisabele ndakuva uzibika.Ndiya kukwalúsa ndikukhusele,ngawe ndenze umnqophiso nabantu.Ngawe ndolibuyisela kubantu bam ilizwe,ndilabe eliyinkangala libe lilifa,