Kambe yena uNdikhoyo uthi:“Yiloo nto kanye eza kwenzeka:amaxhoba othathwa kumajoni,abathinjwa bakhululwe kubathimbi.Baxabene nam abo balwa nawe;usapho lwakho lona ndiluhlangule.