Namacebiso lawo akuqobile;mabeze kaloku oosiyazi bakuhlangule,nditsho abo bacalula iinkwenkwezi,abo bazoba amazulu ngezigaba zawo,abo baphicotha ubume benyanga nganye,baze bambulule baxele izinto ezizayo.