Umhla wosindiso wona ndiyawusondeza;ngenene awukude kuya phi.Ukusindisa kwam akuyi kulibazisa;ewe, ndiza kuyihlangula iZiyon,uSirayeli ndimzisele isidima nesithozela.”