Ndimbe amaqula kumazwe eentlanga,ndaza ke ndasela amanzi khona.Ndingqishe ngonyawo kuphela,ngazo zona ezi nyawo zam,zatsho zoma zonk' iintlambo eJiputa.”