Khangela encwadini kaNdikhoyo ufunde:Kwezi zilo akukho singekhoyo,kungekho nesingenaqabane laso,kuba lowo ngumlomo kaNdikhoyo,nguMoya wakhe oya kuziqokelela.