Zona ziya kuba namehlo,ziqonde iingxaki zoluntu.Ziya kuba neendlebe,zikuphulaphule ukuzibika kwabantu.