Kaloku iJerusalem iyafadalalanelakwaJuda livuthulukile.Kaloku ukuthetha nokwenza kwabo kusoloko kuchasene noNdikhoyo.UThixo bamdelile; abamazele nto mpela.