Kaloku abantu baya kuxhaphazana,ibe nguwashiywa nowashiywa,nakubamelwane kube kwanjalo,nabantwana bangabahloneli abadala,nabaphantsi bangazikhathaleli izihandiba.