Nanko ke *uNdikhoyo onamandla onke!EJerusalem nakwaJuda ubhubhisa yonke intookwakuyinkxaso nesixhaso.Uza kutshayela kuthi tuukutya ngokunjalo namanzi.