Zithwangeni nitsho nibe zizityhakala;zimfamekiseni ke, nitsho nimfameke;nxilani, noba anikhange nibufake;gxadazelani, ningaselanga tywala.