Akubona inzala endiya kumpha yona,abantwana abangumsebenzi wam,uya kutsho avume athi mna ndinguYedwa kaYakobi.Ngenene, uya kundihlonela,akhahlele kum, mna Thixo kaSirayeli,alidumise igama lam elilodwa.