Nelizwe labo liphuphum' isiliva negolide;ubutyebi babo abunambaliso.Nomhlaba wabo uzele ngamahashe;yinyambalala iinqwelo zabo zemfazwe.