Kaloku uNdikhoyo onamandla onke uwumisile umhla wembubho;baya kuthi shuu abanekratshi nabaziphakamisayo,nditsho abaqwanyileyo nabaqhoshayo.