AmaJiputa aza kudideka atyhafe;amacebo awo osuka aphunze.Aya kunkinkq' uncedo koothixo abaqingqiweyo;osuka abhenele kwabo bafileyo;obhenela kwabaneshologu nabambululayo.