Nalu udaba olundilisekileyo olumalunga neJiputa:Nank' *uNdikhoyo esiza eJiputa;uza etshebeleza ngelifukazi.*Oothixo abanqulwa apho batsho bankwantya,namaJiputa ngokwawo atsho anengevane.