Ke wena, Filistiya, yithi rhubaxa!Ewe, musa ukuzikhohlisa uthi:“Intonga ebendibethwa ngayo yaphukile,”kuba kwakuloo mnombo kosuka kuthi gqi irhamba;inzala yalo ke inobuhlungu kangako.