Ndiza kuwavikiva ama-Asiriya kweli lizwe,ndiwanyhashe tu entabeni yam,idyokhwe yawo yahlukane nabantu bam,usuke umthwalo emagxeni abo.