UNdikhoyo uSomandla-onke uthi:“Ndoyihlasela ndiyibhukuqe iBhabheli,ndiyicim' igama tu,kungabikho hlumelo nanzala.Nditshilo nje ke mna Ndikhoyo, nditshilo.