Ewe, kambe, sixekondini!Kade uyinzwakazi ngesimo,kodwa xa kunamhlanje-nje, ungumadod' onke.Wawufudul' uphuphuma lucwangco;ngenene wawulikhaya lamalungisa;ke namhlanje ulikhaya lezikrelemnqa.