Baya kubolekisa kuwe, ube ke wena ungenanto yakubolekisa. Ekugqibeleni ke baya kuba ziinkokheli, wena ube ngumlandeli.