Ndaza ke ndangena, ndajonga, ndabona eludongeni kukrolwe imifanekiso yezilo ezirhubuluzayo nezilwanyana ezinezothe nazo zonke izithixo ezisuke zanqulwa yindlu kaSirayeli.