Igazi lakho liya kuqukuqelalizalise ilizwe kude kuye ezintabeni;inyama yakho iya kuzalisa zonke iingxingwa.