Ndiya kukuphosa emhlabeni,ndikugibisele elubala.Iintaka ziya kuhlala phezu kwakho;zonke izilwanyana zehlabathi ziya kukwenza ixhwayelo.