Ndiya kwenza ukuba izihlwele zakhozityakatywe ngekrele lamadoda azizigantsontso –ezona zikhohlakali zikhoyo.Aya kulitshitshisa ikratshi laseJiputa,zitshatyalaliswe ezo zihlwele.