Ucatshukiswa yimilambo na, Ndikhoyo?Ngaba uqunjiswa ziintlambo na?Ngaba wenziwa umsindo lulwandle na,le nto uqhuba amahashe akho nje,ukhwele kwiinqwelo zakho zoloyiso?