ewe, khona kungade kube njalo,kodwa mna ndochwayita kuNdikhoyo,ndibe nemihlali kuThixo ondisindisayo.