UModekayi wabhala egameni likakumkani uAsuwerosi, wazinyathelisa izihlokomiso ezo ngomsesane kakumkani, waza wazithumela ngezigidimi ezikhwele amahashe anamendu aluhlobo olufuywa kwakumkani.