Kwakumpompoza umlambo ongumlilo,unkcenkceza uphuma apho kuso.Ewe, iNyange eli laliphahlwe ngamawaka-waka,kuzizigidi ngezigidi zimi phambi kwalo.Yaqalisa ke inkundla,zaza zavulwa iincwadi.