Ngesicelo sikaDaniyeli ke ukumkani wabamisela ooShedreki noMeshaki noAbhednigo baba ziziphathamandla esithilini saseBhabheli; kambe ke yena uDaniyeli waba yingqonyela yakomkhulu.