Ke yona indlela yamalungisa ifana nemitha yokusa,yona iya iqaqamba ngokuqaqamba de ibe yimini epheleleyo.