Izafobe 2:1-3 Ibhayibhile (XHO96) Mfo wam, wathathele ingqalelo amazwi am,ungaze uyishiye imiyalelo yam. Kubizele kuwe ukuqiqa,uliphakamisele ilizwi lakho