Ubulumko bomntu onengqondo bumenza ayichane indlela yakhe;ukumatha komntu osisityhakala kubanga inkohliso.