Lowo uwubopha ngomkhala umlomo wakhe ukhusela ubomi bakhe;kanti ke yena othetha gqitha uyazenzakalisa.