Namasomi azakhela iindlwana zawo khona;kwaneenkonjane zifumana ikhaya khona.Amathole azo ziwagcina *esibingelelweni sakho,Ndikhoyo onamandla onke, wena kumkani noThixo wam.