Ke yena ukumkani uvuyiswa nguThixo.Bonke abaqamela ngaye baya konwaba.Amaxoki ke wona aya kusikw' umlomo.