22. Ndowabalisela amawethu ngezint' ozenzileyo,ndikubonge ebandleni, ndithi:
23. “Mbongen' uNdikhoyo, nina bamhlonelayo;mdumiseni nonke, nina bonyana bakaYakobi;mhloneleni nonke, nina nzala kaSirayeli!
24. Kaloku akazideli engazicekisi iintsizi zehlwempu;uyaziva izicelo zalo, angalifulatheli.”