Kaloku ndiyaz' ukuba uNdikhoyo uyamnceda umthanjiswa wakhe,uyamva ekwibhotwe lakhe elilodwa ezulwini,umnik' uloyiso ngamandla akhe.