1. *Ndikhoyo, ngubani oya kuba lundwendwe lwakho;ingubani oya kutyelela kwakho?
2. Ngulowo uhambo ingenabala,owenza ubulungisa,ayithethe inyaniso engafihlisi.
3. Ngulowo unganyelisiyo,ungamenziyo into embi uwabo,ungamhlebiyo ummelwana wakhe.
4. Ngobadelayo abo babukulwe nguThixo,abancome abo bamoyikayo uNdikhoyo,ofunga angajiki noba kunyembelekile.