Le yinkqubo eya kuhlala ihleli yokumisela umbingeleli womlibo ka-Aron eyanikwa uMosis nguNdikhoyo. Ngalo mhla kanye amiselwa ngawo loo mbingeleli kufuneka anikele kuNdikhoyo ikhilogram ibe nye yomgubo wengqolowa, ube ngumnikelo wokutya. Uya kuba sisiqingatha kusasa, ube sisiqingatha nangokuhlwa.