UThixo uPhezukonke okoyiseleyo iintshaba zakho, makadunyiswe.”Waza ke uAbram wakhupha izishumi zamaxhoba emfazwe, wanikela kuMelkizedeki.