“Thatha imiqulu yelaphu elisontwe ngobona buchule ibe lishumi, wenze ngayo umkhusane *wesibingelelo. La malaphu makabe yile mibala: ozuba, omsobo, nobomvu. Makahonjiswe ngemifanekiso *yezithunywa ezimaphiko yenziwe ngobugcisa nobunono.