Ke yena wambuza wathi: “Sekungathi uyinduna nomgwebi nje, umiselwe ngubani? Ucinga ukuba ndingulaa mJiputa umbuleleyo – nam uza kundigebenga?”Akuweva la mazwi uMosis woyika, wathetha yedwa esithi: “Ithe kanti le nto iyaziwa!”