Ngokuphefumla kwakho nje qhasuka ulwandle lwaba ziingqimba,amanzi asuka aba ludonga,inzonzobila yolwandle yakhenkceza.