Suka zazibhija-bhija zinkwantya;ngobungangamsha bakho zaw' isiduli.Baz' abakaNdikhoyo bagqitha bengcambaza;nditsho abakhululwa awabathengayo.