Suka ke uNdikhoyo wafutha,kwaba kanye antywiliseleka amaJiputa.Ewe, azika nywam emanzini,kwanga kukweyela kwesinyithi.