ukuba akhethe inkokheli ibe nye kwindlu nganye kwezo zilishumi elinambini, azithumele zibe ziintlola, ziye kuhlola ilizwe laseKanana awayelinika amaSirayeli.