Ngamathuba obumnandi yonwaba;ngemihla yobubi qonda kakuhle ukuba kwale njengaleya yenziwe nguThixo.Ngoko ke akukho mntu uyaziyo into eza kwenzeka kamva.