Imbewu yihlwayele kusasa,nangokuhlwa ungasiphumzi isandla sakho.Kaloku akuyazi eya kuphumelela:isenokuba yile okanye leya,ukanti zisenokuphumelela zombini.