Njengoko ungayazi indlela yomoya,ungamazi nokuba wenziwa njani na umntu esizalweni sonina,kananjalo soze ukuqonde nokusebenza kukaThixo onguMdali weento zonke.